Genesis 37:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kamva uRubhen wabuyela emhadini wamanzi waza wabona engasekho uYosefu emhadini lowo wamanzi. Ngoko ke wazikrazula izambatho zakhe.+ Numeri 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYoshuwa unyana kaNun+ noKalebhi unyana kaYefune,+ ababekwabo babelihlolile ilizwe, bazikrazula izambatho zabo,+ Yoshuwa 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYoshuwa wazikrazula iingubo zakhe zokwaleka waza wawa ngobuso+ emhlabeni phambi kwetyeya kaYehova de kwangokuhlwa, yena namadoda amakhulu akwaSirayeli, yaye baqhubeka bezigalela ngothuli kwiintloko zabo.+
29 Kamva uRubhen wabuyela emhadini wamanzi waza wabona engasekho uYosefu emhadini lowo wamanzi. Ngoko ke wazikrazula izambatho zakhe.+
6 UYoshuwa unyana kaNun+ noKalebhi unyana kaYefune,+ ababekwabo babelihlolile ilizwe, bazikrazula izambatho zabo,+
6 UYoshuwa wazikrazula iingubo zakhe zokwaleka waza wawa ngobuso+ emhlabeni phambi kwetyeya kaYehova de kwangokuhlwa, yena namadoda amakhulu akwaSirayeli, yaye baqhubeka bezigalela ngothuli kwiintloko zabo.+