1 Kumkani 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye yabona ndicinga ukwakhela igama likaYehova uThixo wam indlu,+ kanye njengoko uYehova wathembisa uDavide ubawo, esithi, ‘Unyana wakho endiya kumbeka etroneni yakho esikhundleni sakho, nguye oya kulakhela indlu igama lam.’+ 1 Kumkani 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Ngokubhekisele kule ndlu uyakhayo, ukuba uya kuhamba emimiselweni yam+ uze uyenze imigwebo yam+ yaye uyigcine yonke imiyalelo yam ngokuhamba kuyo,+ nam ngokuqinisekileyo ndiya kuliphumeza kuwe ilizwi lam endalithethayo kuDavide uyihlo;+ 1 Kronike 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Nguye ke oya kundakhela indlu,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuyimisela ngokuqinileyo itrone yakhe ukusa kwixesha elingenammiselo.+ 1 Kronike 22:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nguye oya kulakhela indlu igama lam,+ yena uya kuba ngunyana+ kum, yaye mna ndiya kuba nguyise+ kuye. Yaye ndiya kuyimisela ngokuqinileyo itrone yobukumkani+ bakhe kuSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo.’ Zekariya 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uya kuyakha itempile kaYehova, yaye yena uya kusithwala isidima;+ ibe umele ahlale phantsi aze alawule etroneni yakhe,+ umele abe ngumbingelei etroneni yakhe, lona kanye icebo loxolo+ liya kuba phakathi kwabo bobabini. Hebhere 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 kodwa uKristu wayethembekile njengoNyana+ phezu kwendlu yaLowo. Thina siyindlu yaLowo,+ ukuba sibambelela nkqi kwinkululeko yethu yokuthetha nasekuqhayiseni kwethu ngethemba siqinise kude kuse ekupheleni.+ 1 Petros 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 nani ke niyakhiwa njengamatye aphilayo, ukuze nibe yindlu yokomoya+ ngenjongo yobubingeleli obungcwele, ukuba ninikele imibingelelo yokomoya+ eyamkelekileyo kuThixo ngoYesu Kristu.+
5 Yaye yabona ndicinga ukwakhela igama likaYehova uThixo wam indlu,+ kanye njengoko uYehova wathembisa uDavide ubawo, esithi, ‘Unyana wakho endiya kumbeka etroneni yakho esikhundleni sakho, nguye oya kulakhela indlu igama lam.’+
12 “Ngokubhekisele kule ndlu uyakhayo, ukuba uya kuhamba emimiselweni yam+ uze uyenze imigwebo yam+ yaye uyigcine yonke imiyalelo yam ngokuhamba kuyo,+ nam ngokuqinisekileyo ndiya kuliphumeza kuwe ilizwi lam endalithethayo kuDavide uyihlo;+
12 Nguye ke oya kundakhela indlu,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuyimisela ngokuqinileyo itrone yakhe ukusa kwixesha elingenammiselo.+
10 Nguye oya kulakhela indlu igama lam,+ yena uya kuba ngunyana+ kum, yaye mna ndiya kuba nguyise+ kuye. Yaye ndiya kuyimisela ngokuqinileyo itrone yobukumkani+ bakhe kuSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo.’
13 Uya kuyakha itempile kaYehova, yaye yena uya kusithwala isidima;+ ibe umele ahlale phantsi aze alawule etroneni yakhe,+ umele abe ngumbingelei etroneni yakhe, lona kanye icebo loxolo+ liya kuba phakathi kwabo bobabini.
6 kodwa uKristu wayethembekile njengoNyana+ phezu kwendlu yaLowo. Thina siyindlu yaLowo,+ ukuba sibambelela nkqi kwinkululeko yethu yokuthetha nasekuqhayiseni kwethu ngethemba siqinise kude kuse ekupheleni.+
5 nani ke niyakhiwa njengamatye aphilayo, ukuze nibe yindlu yokomoya+ ngenjongo yobubingeleli obungcwele, ukuba ninikele imibingelelo yokomoya+ eyamkelekileyo kuThixo ngoYesu Kristu.+