Genesis 43:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Emva koko wawabuza impilo waza wathi:+ “Uphilile na yena uyihlo, indoda eyalupheleyo enanithethe ngayo? Usadla ubomi na?”+ Isaya 39:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ngelo xesha uMerodaki-bhaladan+ unyana kaBhaladan ukumkani waseBhabhiloni+ wathumela iincwadi nesipho+ kuHezekiya, emva kokuba evile ukuba wayegula kodwa wayephinde womelela.+
27 Emva koko wawabuza impilo waza wathi:+ “Uphilile na yena uyihlo, indoda eyalupheleyo enanithethe ngayo? Usadla ubomi na?”+
39 Ngelo xesha uMerodaki-bhaladan+ unyana kaBhaladan ukumkani waseBhabhiloni+ wathumela iincwadi nesipho+ kuHezekiya, emva kokuba evile ukuba wayegula kodwa wayephinde womelela.+