2 Samuweli 15:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Waza ukumkani wahlabela mgama wathi kuTsadoki umbingeleli: “Wena uyimboni,+ akunjalo? Buyela esixekweni ngoxolo, kwanoAhimahatse unyana wakho noYonatan+ unyana ka-Abhiyatare, oonyana benu bobabini, kunye nani. 1 Kronike 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UAhitubhi wazala uTsadoki;+ uTsadoki wazala uAhimahatse.+ 1 Kronike 6:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 uTsadoki+ unyana wakhe, uAhimahatse+ unyana wakhe. 1 Kronike 18:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 UTsadoki+ unyana ka-Ahitubhi noAhimeleki+ unyana ka-Abhiyatare babengababingeleli, uShavesha+ yena engunobhala. 1 Kronike 24:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 UDavide, noTsadoki+ koonyana bakaEleyazare, noAhimeleki+ koonyana bakaItamare benza izahlulo ngokwezigxina zabo enkonzweni yabo.+
27 Waza ukumkani wahlabela mgama wathi kuTsadoki umbingeleli: “Wena uyimboni,+ akunjalo? Buyela esixekweni ngoxolo, kwanoAhimahatse unyana wakho noYonatan+ unyana ka-Abhiyatare, oonyana benu bobabini, kunye nani.
16 UTsadoki+ unyana ka-Ahitubhi noAhimeleki+ unyana ka-Abhiyatare babengababingeleli, uShavesha+ yena engunobhala.
3 UDavide, noTsadoki+ koonyana bakaEleyazare, noAhimeleki+ koonyana bakaItamare benza izahlulo ngokwezigxina zabo enkonzweni yabo.+