2 Samuweli 15:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Waza ukumkani wahlabela mgama wathi kuTsadoki umbingeleli: “Wena uyimboni,+ akunjalo? Buyela esixekweni ngoxolo, kwanoAhimahatse unyana wakho noYonatan+ unyana ka-Abhiyatare, oonyana benu bobabini, kunye nani. 1 Kumkani 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ke yena uTsadoki+ umbingeleli noBhenaya+ unyana kaYehoyada noNatan+ umprofeti noShimeyi+ noReyi namadoda anamandla+ awayengakaDavide, abazange bazibandakanye+ noAdoniya. 1 Kumkani 2:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Koko ukumkani wambeka uBhenaya+ unyana kaYehoyada esikhundleni sakhe phezu komkhosi;+ yaye uTsadoki umbingeleli ukumkani wambeka esikhundleni sika-Abhiyatare.+
27 Waza ukumkani wahlabela mgama wathi kuTsadoki umbingeleli: “Wena uyimboni,+ akunjalo? Buyela esixekweni ngoxolo, kwanoAhimahatse unyana wakho noYonatan+ unyana ka-Abhiyatare, oonyana benu bobabini, kunye nani.
8 Ke yena uTsadoki+ umbingeleli noBhenaya+ unyana kaYehoyada noNatan+ umprofeti noShimeyi+ noReyi namadoda anamandla+ awayengakaDavide, abazange bazibandakanye+ noAdoniya.
35 Koko ukumkani wambeka uBhenaya+ unyana kaYehoyada esikhundleni sakhe phezu komkhosi;+ yaye uTsadoki umbingeleli ukumkani wambeka esikhundleni sika-Abhiyatare.+