28 Kuba yonke indlu kabawo ngeyingeyonto enkosini yam ukumkani ngaphandle kokumiselwa ukufa, ukanti wena umbekile umkhonzi wakho phakathi kwabo badla etafileni yakho.+ Ngoko yintoni na endisenayo njengebango elisesikweni ukuba ndingade ndilikhalele+ ngokubhekele phaya kukumkani?”