IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 9:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Wathi ke uDavide: “Ngaba kusekho nabani na oseleyo wendlu kaSawule, ukuze ndimenzele ububele bothando+ ngenxa kaYonatan?”+

  • 2 Samuweli 9:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Waza uDavide wahlabela mgama wathi kuye: “Musa ukoyika, kuba nakanjani na ndiya kukwenzela ububele bothando+ ngenxa kaYonatan uyihlo;+ ndikubuyisele onke amasimi+ kaSawule uyihlomkhulu, udle isonka rhoqo etafileni yam.”+

  • 2 Samuweli 9:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Uze umlimele umhlaba, wena noonyana bakho nabakhonzi bakho, nize nimzisele isivuno, sibe kukutya kwabo bangabomzukulwana wenkosi yakho, bamele badle ke; kodwa uMefibhoshete yena, umzukulwana wenkosi yakho, uya kudla isonka rhoqo etafileni yam.”+

      Ke kaloku uTsibha wayenoonyana abalishumi elinesihlanu nabakhonzi abangamashumi amabini.+

  • 2 Samuweli 9:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 UMefibhoshete yena wayehlala eYerusalem, kuba wayesidla rhoqo etafileni kakumkani;+ yaye wayeqhwalela ezinyaweni zakhe zombini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share