1 Samuweli 24:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Uphumelene nabani na ke ukumkani wakwaSirayeli? Usukela bani na? Inja efileyo na?+ Intakumba enye na?+ Luka 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa nalowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+
14 Uphumelene nabani na ke ukumkani wakwaSirayeli? Usukela bani na? Inja efileyo na?+ Intakumba enye na?+