IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 17:43
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 43 Ngoko umFilisti wathi kuDavide: “Ndiyinja na,+ ukuba uze kum uneentonga?” UmFilisti wamqalekisa uDavide ngoothixo bakhe.+

  • 2 Samuweli 9:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Yena waqubuda waza wathi: “Uyintoni na umkhonzi wakho, ukuba ubheke inja efileyo+ enjengam nje?”

  • IMizekeliso 22:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Umphumo wentobeko nokoyika uYehova bubutyebi, uzuko nobomi.+

  • Mateyu 23:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Nabani na oziphakamisayo uya kuthotywa,+ yaye nabani na ozithobayo uya kuphakanyiswa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share