IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 2:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 UAbhinere wamemeza kuYowabhi wathi: “Liza kudla+ ngokungapheliyo na ikrele? Akwazi na ngokwenene ukuba ekugqibeleni kuya kuvela ubukrakra?+ Kuya kude kube nini na, ke, phambi kokuba uthi ebantwini mababuye ekulandeleni abazalwana babo?”+

  • Isaya 1:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kodwa ukuba nithe nala+ naba nemvukelo, niya kudliwa nigqitywe likrele; kuba wona kanye umlomo kaYehova ukuthethile oko.”+

  • Yeremiya 2:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Akubanga luncedo ukubabetha kwam oonyana benu.+ Abayithabathanga ingqeqesho.+ Ikrele lenu libaqwengile abaprofeti benu, njengengonyama eyonakalisayo.+

  • Yeremiya 46:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Loo mini yeyeNkosi enguMongami, uYehova wemikhosi, imini yempindezelo yokuziphindezelela kwiintshaba zakhe.+ Yaye ngokuqinisekileyo ikrele liya kuqwenga lizanelise lize lizaliswe ligazi, kuba iNkosi enguMongami,+ uYehova wemikhosi, inombingelelo+ kwilizwe lasemntla ngakuMlambo umEfrate.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share