IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 15:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 ngenxa yokuba uDavide wenza okulungileyo emehlweni kaYehova, kwaye akazange aphambuke kuyo nantoni na awayemyalele yona yonke imihla yobomi bakhe,+ ngaphandle kombandela kaUriya umHiti.+

  • 1 Kronike 21:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Le nto yaba mbi emehlweni oTHIXO oyinyaniso,+ waza wamxabela uSirayeli.

  • INdumiso 11:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 UYehova usetempileni yakhe engcwele.+

      UYehova—isemazulwini itrone yakhe.+

      Amehlo akhe ayabona, amehlo akhe aqaqambileyo ahlolisisa+ oonyana babantu.

  • Yeremiya 32:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 ocebo likhulu+ nozenzo zininzi,+ wena omehlo avulekileyo phezu kweendlela zonke zoonyana babantu,+ ukuze unike ngamnye ngokweendlela zakhe nangokwesiqhamo sezenzo zakhe;+

  • Hebhere 4:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share