2 Samuweli 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke kaloku uSawule wayeneshweshwe eligama linguRitspa,+ intombi ka-Aya.+ Kamva uIshe-bhosheti+ wathi kuAbhinere: “Kwakutheni na ukuze ube neentlobano zokwazana neshweshwe+ likabawo?” 1 Kumkani 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 UKumkani uSolomon waphendula waza wathi kunina: “Kutheni ucelela uAdoniya uAbhishagi umShunem? Mcelele nobukumkani+ (ngenxa yokuba ngumkhuluwa wam),+ noAbhiyatare+ umbingeleli noYowabhi+ unyana kaTseruya.”+
7 Ke kaloku uSawule wayeneshweshwe eligama linguRitspa,+ intombi ka-Aya.+ Kamva uIshe-bhosheti+ wathi kuAbhinere: “Kwakutheni na ukuze ube neentlobano zokwazana neshweshwe+ likabawo?”
22 UKumkani uSolomon waphendula waza wathi kunina: “Kutheni ucelela uAdoniya uAbhishagi umShunem? Mcelele nobukumkani+ (ngenxa yokuba ngumkhuluwa wam),+ noAbhiyatare+ umbingeleli noYowabhi+ unyana kaTseruya.”+