IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 16:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Wandula ke uAhitofele wathi kuAbhisalom: “Yiba neentlobano zokwazana namashweshwe kayihlo,+ awashiyileyo ukuba anyamekele indlu.+ Ngokuqinisekileyo wonke uSirayeli uya kuva ukuba uzenze wanuka kakubi+ kuyihlo,+ yaye izandla+ zabo bonke abo banawe ngokuqinisekileyo ziya komelela.”

  • 2 Samuweli 16:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ngako oko bammisela intente uAbhisalom phezu kophahla,+ waza uAbhisalom waba neentlobano zokwazana namashweshwe kayise+ emehlweni kaSirayeli wonke.+

  • 1 Kumkani 2:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 UKumkani uSolomon waphendula waza wathi kunina: “Kutheni ucelela uAdoniya uAbhishagi umShunem? Mcelele nobukumkani+ (ngenxa yokuba ngumkhuluwa wam),+ noAbhiyatare+ umbingeleli noYowabhi+ unyana kaTseruya.”+

  • IMizekeliso 9:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Olungisa umgculeli uzizisela ihlazo,+ nowohlwaya ongendawo—uzizisela isiphene.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share