Rute 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngelo xesha uBhohazi wayesidla, esela, yaye intliziyo yakhe yayichwayitile.+ Waza wahamba waya kulala ekupheleni kwezala. Emva koko weza echwechwa waza wamtyhila iinyawo walala. 1 Samuweli 25:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kamva uAbhigali wafika kuNabhali, yaye wayenetheko apho endlwini yakhe njengetheko lokumkani;+ nentliziyo kaNabhali yayichwayitile ngaphakathi, kwaye wayenxile+ eludaka; waza yena akamxelela nto, encinane okanye enkulu, de kwaba kukukhanya kwakusasa. Estere 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngosuku lwesixhenxe, xa intliziyo kakumkani yayichwayitile yiwayini,+ wathi kuMehuman, uBhizeta, uHarbhona,+ uBhigeta noAbhageta, noZetare noKarkas, amagosa enkundla asixhenxe awayelungiselela+ uKumkani uAhaswerosi, INdumiso 104:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Newayini eyenza intliziyo yomntu ofayo ibe nemihlali,+Ukukhazimlisa ubuso ngeoli,+Nesonka sokuxhasa intliziyo yomntu ofayo.+ INtshumayeli 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ndakhangela entliziyweni yam ukuba ndichwayitise inyama yam ngewayini,+ ngoxa ndandiyikhokela ngobulumko intliziyo yam,+ kwanangokubamba ubuyatha de ndakubona oko kulungileyo bakwenzileyo oonyana babantu phantsi kwamazulu ngenani lemihla yobomi babo.+ INtshumayeli 10:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Isonka sibenza bahleke abasebenzi, yaye iwayini ibenza bube nemihlali ubomi;+ kodwa kuzo zonke izinto yimali ethethayo.+
7 Ngelo xesha uBhohazi wayesidla, esela, yaye intliziyo yakhe yayichwayitile.+ Waza wahamba waya kulala ekupheleni kwezala. Emva koko weza echwechwa waza wamtyhila iinyawo walala.
36 Kamva uAbhigali wafika kuNabhali, yaye wayenetheko apho endlwini yakhe njengetheko lokumkani;+ nentliziyo kaNabhali yayichwayitile ngaphakathi, kwaye wayenxile+ eludaka; waza yena akamxelela nto, encinane okanye enkulu, de kwaba kukukhanya kwakusasa.
10 Ngosuku lwesixhenxe, xa intliziyo kakumkani yayichwayitile yiwayini,+ wathi kuMehuman, uBhizeta, uHarbhona,+ uBhigeta noAbhageta, noZetare noKarkas, amagosa enkundla asixhenxe awayelungiselela+ uKumkani uAhaswerosi,
15 Newayini eyenza intliziyo yomntu ofayo ibe nemihlali,+Ukukhazimlisa ubuso ngeoli,+Nesonka sokuxhasa intliziyo yomntu ofayo.+
3 Ndakhangela entliziyweni yam ukuba ndichwayitise inyama yam ngewayini,+ ngoxa ndandiyikhokela ngobulumko intliziyo yam,+ kwanangokubamba ubuyatha de ndakubona oko kulungileyo bakwenzileyo oonyana babantu phantsi kwamazulu ngenani lemihla yobomi babo.+
19 Isonka sibenza bahleke abasebenzi, yaye iwayini ibenza bube nemihlali ubomi;+ kodwa kuzo zonke izinto yimali ethethayo.+