Genesis 47:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko uYakobi wathi kuFaro: “Iintsuku zeminyaka yokuhlala kwam njengomphambukeli zilikhulu elinamashumi amathathu eminyaka.+ Zimbalwa kwaye zizele kukubandezeleka iintsuku zeminyaka yobomi bam,+ yaye azifikanga kwiintsuku zeminyaka yobomi boobawo ngemihla yokuhlala kwabo njengabaphambukeli.”+ Yobhi 14:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Umntu, ozelwe ngumfazi,+Unobomi obufutshane+ obuzele kukuphazamiseka.+ INdumiso 90:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Imihla yeminyaka yethu yiminyaka engamashumi asixhenxe;+Yaye ukuba ithe ngenxa yamandla akhethekileyo yangamashumi asibhozo,+Ukuzingisa kwayo kusenkathazweni nakwizinto ezenzakalisayo;+Kuba imele idlule ngokukhawuleza, siphaphazele simke.+
9 Ngoko uYakobi wathi kuFaro: “Iintsuku zeminyaka yokuhlala kwam njengomphambukeli zilikhulu elinamashumi amathathu eminyaka.+ Zimbalwa kwaye zizele kukubandezeleka iintsuku zeminyaka yobomi bam,+ yaye azifikanga kwiintsuku zeminyaka yobomi boobawo ngemihla yokuhlala kwabo njengabaphambukeli.”+
10 Imihla yeminyaka yethu yiminyaka engamashumi asixhenxe;+Yaye ukuba ithe ngenxa yamandla akhethekileyo yangamashumi asibhozo,+Ukuzingisa kwayo kusenkathazweni nakwizinto ezenzakalisayo;+Kuba imele idlule ngokukhawuleza, siphaphazele simke.+