IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 27:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Ngoko ke, uEsawu wamzonda uYakobi ngenxa yentsikelelo awamsikelela+ ngayo uyise, waza wathi uEsawu entliziyweni yakhe:+ “Ziyasondela+ iintsuku zokuzilela ubawo. Emva koko ndiya kumbulala uYakobi umntakwethu.”+

  • INdumiso 7:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Khangela! Kukho lowo umithi okwenzakalisayo,+

      Yaye ukhawule inkathazo kwaye umele azale ubuxoki.+

  • IMizekeliso 18:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Umzalwana ekunxaxhwe nxamnye naye ungaphezu kwedolophu eyomeleleyo;+ yaye kukho usukuzwano olunjengomvalo wenqaba yokuhlala.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share