Genesis 27:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Ngoko ke, uEsawu wamzonda uYakobi ngenxa yentsikelelo awamsikelela+ ngayo uyise, waza wathi uEsawu entliziyweni yakhe:+ “Ziyasondela+ iintsuku zokuzilela ubawo. Emva koko ndiya kumbulala uYakobi umntakwethu.”+ 2 Samuweli 13:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ke uAbhisalom akazange athethe nokuba lelibi okanye lelilungileyo kuAmnon; kuba uAbhisalom wamthiya+ uAmnon ngenxa yokuba wayemthobile uTamare udade wabo. 1 Kumkani 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko uKumkani uSolomon wafunga ngoYehova, esithi: “Ngoko wanga uThixo angenza kum, yaye wanga angongeza kuko,+ ukuba uAdoniya akayithethanga le nto nxamnye nomphefumlo wakhe.+
41 Ngoko ke, uEsawu wamzonda uYakobi ngenxa yentsikelelo awamsikelela+ ngayo uyise, waza wathi uEsawu entliziyweni yakhe:+ “Ziyasondela+ iintsuku zokuzilela ubawo. Emva koko ndiya kumbulala uYakobi umntakwethu.”+
22 Ke uAbhisalom akazange athethe nokuba lelibi okanye lelilungileyo kuAmnon; kuba uAbhisalom wamthiya+ uAmnon ngenxa yokuba wayemthobile uTamare udade wabo.
23 Ngoko uKumkani uSolomon wafunga ngoYehova, esithi: “Ngoko wanga uThixo angenza kum, yaye wanga angongeza kuko,+ ukuba uAdoniya akayithethanga le nto nxamnye nomphefumlo wakhe.+