1 Samuweli 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye yayinonyana ogama linguSawule,+ oselula noyinzwana, yaye kwakungekho ndoda yayiyinzwana kunaye koonyana bakaSirayeli; ukususela emagxeni akhe ukusa phezulu wayemde ngaphezu kwabo bonke abantu.+
2 Kwaye yayinonyana ogama linguSawule,+ oselula noyinzwana, yaye kwakungekho ndoda yayiyinzwana kunaye koonyana bakaSirayeli; ukususela emagxeni akhe ukusa phezulu wayemde ngaphezu kwabo bonke abantu.+