IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 2:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kwathi ke emva koko uDavide wabuza kuYehova,+ esithi: “Ndinyuke na ndiye kwesinye sezixeko zakwaYuda?” UYehova wathi kuye: “Nyuka.” Waza uDavide wahlabela mgama wathi: “Ndinyuke ndiye phi na?” Wathi ke yena: “EHebron.”+

  • 2 Samuweli 5:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ekuhambeni kwexesha zonke izizwe zakwaSirayeli zeza kuDavide+ eHebron+ zaza zathi: “Khangela! Thina silithambo lakho nenyama yakho.+

  • 2 Samuweli 5:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 EHebron walawula njengokumkani phezu koYuda kangangeminyaka esixhenxe neenyanga ezintandathu;+ yaye eYerusalem+ walawula njengokumkani kangangeminyaka engamashumi amathathu anesithathu phezu koSirayeli wonke noYuda.

  • 1 Kronike 3:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Bathandathu awabazalelwa eHebron; waza waqhubeka elawula apho iminyaka esixhenxe neenyanga ezintandathu, yaye walawula iminyaka engamashumi amathathu anesithandathu eYerusalem.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share