Eksodus 37:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 UBhetsaleli+ wayenza iTyeya+ ngomthi womnga. Ubude bayo baba ziikubhite ezimbini ezinesiqingatha, baza ububanzi bayo baba yikubhite enesiqingatha, nokuphakama kwayo kwaba yikubhite enesiqingatha.+ Levitikus 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wathi uYehova kuMoses: “Thetha kuAron umntakwenu, ukuba angangeni ngamaxesha onke endaweni engcwele+ ngaphakathi kwekhuselo,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweTyeya, ukuze angafi;+ kuba ndiya kubonakala efini+ phezu kwesigubungelo.+
37 UBhetsaleli+ wayenza iTyeya+ ngomthi womnga. Ubude bayo baba ziikubhite ezimbini ezinesiqingatha, baza ububanzi bayo baba yikubhite enesiqingatha, nokuphakama kwayo kwaba yikubhite enesiqingatha.+
2 Wathi uYehova kuMoses: “Thetha kuAron umntakwenu, ukuba angangeni ngamaxesha onke endaweni engcwele+ ngaphakathi kwekhuselo,+ phambi kwesigubungelo esiphezu kweTyeya, ukuze angafi;+ kuba ndiya kubonakala efini+ phezu kwesigubungelo.+