2 Samuweli 15:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Waza ukumkani wahlabela mgama wathi kuTsadoki umbingeleli: “Wena uyimboni,+ akunjalo? Buyela esixekweni ngoxolo, kwanoAhimahatse unyana wakho noYonatan+ unyana ka-Abhiyatare, oonyana benu bobabini, kunye nani. 2 Samuweli 18:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke kaloku yena uAhimahatse+ unyana kaTsadoki, wathi: “Makhe ndibaleke ndize ndiphalaze ezi ndaba kukumkani, ngenxa yokuba uYehova umgwebele ukuba amkhulule esandleni seentshaba zakhe.”+
27 Waza ukumkani wahlabela mgama wathi kuTsadoki umbingeleli: “Wena uyimboni,+ akunjalo? Buyela esixekweni ngoxolo, kwanoAhimahatse unyana wakho noYonatan+ unyana ka-Abhiyatare, oonyana benu bobabini, kunye nani.
19 Ke kaloku yena uAhimahatse+ unyana kaTsadoki, wathi: “Makhe ndibaleke ndize ndiphalaze ezi ndaba kukumkani, ngenxa yokuba uYehova umgwebele ukuba amkhulule esandleni seentshaba zakhe.”+