2 Samuweli 15:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Khangela! Balapho kunye nabo oonyana babo bobabini, uAhimahatse+ kaTsadoki noYonatan+ oka-Abhiyatare; yaye ngabo nize nindithumelele yonk’ into eninokuthi niyive.” 2 Samuweli 17:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Njengoko uYonatan+ noAhimahatse+ babemi e-En-rogele,+ isicakakazi sahamba saya kubaxelela. Ngoko bemka bona, njengoko kwakufuneka baxelele uKumkani uDavide; kuba babengakwazi ukubonakala bengena esixekweni.
36 Khangela! Balapho kunye nabo oonyana babo bobabini, uAhimahatse+ kaTsadoki noYonatan+ oka-Abhiyatare; yaye ngabo nize nindithumelele yonk’ into eninokuthi niyive.”
17 Njengoko uYonatan+ noAhimahatse+ babemi e-En-rogele,+ isicakakazi sahamba saya kubaxelela. Ngoko bemka bona, njengoko kwakufuneka baxelele uKumkani uDavide; kuba babengakwazi ukubonakala bengena esixekweni.