IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Rute 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ekuhambeni kwexesha uRute umfazi womMowabhi wathi kuNahomi: “Nceda undivumele ndihambe, ndiye entsimini ndize ndibhikice+ phakathi kwezikhwebu emva kwakhe nabani na endiya kufumana ubabalo emehlweni akhe.” Ngoko wathi kuye: “Hamba, ntombi yam.”

  • 1 Samuweli 20:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kodwa uDavide wafunga+ esongezelela waza wathi: “Ngokuqinisekileyo uyihlo umele azi ukuba ndikholekile emehlweni akho,+ ngoko angathi, ‘UYonatan makangakwazi oku ngokoyikela ukuba angaba buhlungu.’ Kodwa, enyanisweni, njengoko uYehova ephila+ nanjengoko umphefumlo wakho uphila,+ linyathelo nje elinye phakathi kwam nokufa!”+

  • Estere 5:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ukuba ndikholekile emehlweni kakumkani+ yaye ukuba kubonakala kulungile kukumkani ukuba andinike isibongozo sam aze asebenze ngesicelo sam, ukumkani makeze noHaman kwisidlo endiya kubenzela sona ngomso, kwaye ngomso ndiya kwenza ngokwelizwi likakumkani.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share