Duteronomi 13:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 ‘Kuphume amadoda angamatshivela phakathi kwakho,+ awexula abemi besixeko sawo,+ esithi: “Masiye kukhonza thixo bambi,” eningabazanga,’ 1 Samuweli 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke kaloku oonyana bakaEli babengamadoda angamatshivela;+ babengamqondi uYehova.+ 1 Samuweli 25:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ke kaloku yazi ukuze ukubone oko uza kukwenza, kuba kumiselwe intlekele+ ngakwinkosi yethu nangakuyo yonke indlu yayo, njengoko ingumfo olitshivela+ ukuba kungathethwa kuyo.” Yobhi 34:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngaba ubani uya kuthi kukumkani, ‘Ulitshivela’?Athi kwizidwangube, ‘Ningendawo’?+
13 ‘Kuphume amadoda angamatshivela phakathi kwakho,+ awexula abemi besixeko sawo,+ esithi: “Masiye kukhonza thixo bambi,” eningabazanga,’
17 Ke kaloku yazi ukuze ukubone oko uza kukwenza, kuba kumiselwe intlekele+ ngakwinkosi yethu nangakuyo yonke indlu yayo, njengoko ingumfo olitshivela+ ukuba kungathethwa kuyo.”