1 Samuweli 25:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Igama lale ndoda yayinguNabhali,+ igama lomfazi wayo linguAbhigali.+ Kwaye umfazi lo wayeqiqa+ yaye eyinzwakazi, kodwa indoda yakhe yayingqwabalala noqheliselo lwayo lulubi;+ yona ke yayingumKalebhi.+ 2 Kronike 13:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Amadoda angoongantweni,+ amatshivela,+ aqokelelana ndawonye ngakuye. Ekugqibeleni wazingqina ongamile kuRehobhoham unyana kaSolomon, ekubeni uRehobhoham+ wayeselula yaye enedyudyu,+ akazange amelane nawo. Isaya 32:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke lona itshivela, izixhobo zalo zibi;+ lona lenze isigqibo ngezenzo zehambo evakalala,+ ukuze lonakalise abaxhwalekileyo ngamazwi obuxoki,+ kwanaxa lowo ulihlwempu ethetha oko kulungileyo.
3 Igama lale ndoda yayinguNabhali,+ igama lomfazi wayo linguAbhigali.+ Kwaye umfazi lo wayeqiqa+ yaye eyinzwakazi, kodwa indoda yakhe yayingqwabalala noqheliselo lwayo lulubi;+ yona ke yayingumKalebhi.+
7 Amadoda angoongantweni,+ amatshivela,+ aqokelelana ndawonye ngakuye. Ekugqibeleni wazingqina ongamile kuRehobhoham unyana kaSolomon, ekubeni uRehobhoham+ wayeselula yaye enedyudyu,+ akazange amelane nawo.
7 Ke lona itshivela, izixhobo zalo zibi;+ lona lenze isigqibo ngezenzo zehambo evakalala,+ ukuze lonakalise abaxhwalekileyo ngamazwi obuxoki,+ kwanaxa lowo ulihlwempu ethetha oko kulungileyo.