Eksodus 22:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “Uze ungamqalekisi uThixo,+ ungasiqalekisi nesikhulu ebantwini bakowenu.+ IZenzo 23:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Waza uPawulos wathi: “Bazalwana, bendingazi ukuba ngumbingeleli omkhulu. Kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Uze ungathethi kakubi ngomlawuli wabantu bakowenu.’”+
5 Waza uPawulos wathi: “Bazalwana, bendingazi ukuba ngumbingeleli omkhulu. Kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Uze ungathethi kakubi ngomlawuli wabantu bakowenu.’”+