Eksodus 22:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “Uze ungamqalekisi uThixo,+ ungasiqalekisi nesikhulu ebantwini bakowenu.+ 2 Samuweli 16:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wafika ke uKumkani uDavide naseBhahurim,+ yaye, khangela! kwaphuma apho indoda yentsapho yendlu kaSawule, igama layo yayinguShimeyi,+ unyana kaGera, iphuma kwaye iqalekisa ekuphumeni kwayo.+ INtshumayeli 10:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kwanakwigumbi lakho lokulala musa ukumqalekisa ukumkani,+ yaye kumagumbi angaphakathi kwindawo olala kuyo musa ukumqalekisa lowo usisityebi;+ ngokuba isidalwa esiphaphazelayo sasemazulwini siya kudlulisela isandi nento enamaphiko iya kuwuxela umbandela.+
5 Wafika ke uKumkani uDavide naseBhahurim,+ yaye, khangela! kwaphuma apho indoda yentsapho yendlu kaSawule, igama layo yayinguShimeyi,+ unyana kaGera, iphuma kwaye iqalekisa ekuphumeni kwayo.+
20 Kwanakwigumbi lakho lokulala musa ukumqalekisa ukumkani,+ yaye kumagumbi angaphakathi kwindawo olala kuyo musa ukumqalekisa lowo usisityebi;+ ngokuba isidalwa esiphaphazelayo sasemazulwini siya kudlulisela isandi nento enamaphiko iya kuwuxela umbandela.+