2 Samuweli 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwathi ke ngexesha langokuhlwa wavuka emandlalweni wakhe uDavide waza wahambahamba phezu kophahla lwendlu+ yokumkani; yaye ephezu kophahla wabona+ umfazi ehlamba umzimba, yaye umfazi lowo wayemhle kakhulu ngembonakalo.+
2 Kwathi ke ngexesha langokuhlwa wavuka emandlalweni wakhe uDavide waza wahambahamba phezu kophahla lwendlu+ yokumkani; yaye ephezu kophahla wabona+ umfazi ehlamba umzimba, yaye umfazi lowo wayemhle kakhulu ngembonakalo.+