Numeri 25:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa, khangela! kweza ndoda ithile+ yakoonyana bakaSirayeli, yasondeza kubazalwana bayo umfazi womMidiyan+ phambi kwamehlo kaMoses naphambi kwamehlo endibano yonke yoonyana bakaSirayeli, ngoxa babelila emnyangweni wentente yokuhlangana. 2 Samuweli 12:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoxa wena wenze emfihlekweni,+ mna ndiya kuyenza le nto phambi koSirayeli+ wonke naphambi kwelanga.’”+ Isaya 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yona kanye imbonakalo yobuso babo okunene iyangqina nxamnye nabo,+ bayasixela isono sabo njengeso seSodom.+ Abasifihlanga. Yeha ke umphefumlo wabo! Kuba bazabele intlekele bona ngokwabo.+
6 Kodwa, khangela! kweza ndoda ithile+ yakoonyana bakaSirayeli, yasondeza kubazalwana bayo umfazi womMidiyan+ phambi kwamehlo kaMoses naphambi kwamehlo endibano yonke yoonyana bakaSirayeli, ngoxa babelila emnyangweni wentente yokuhlangana.
12 Ngoxa wena wenze emfihlekweni,+ mna ndiya kuyenza le nto phambi koSirayeli+ wonke naphambi kwelanga.’”+
9 Yona kanye imbonakalo yobuso babo okunene iyangqina nxamnye nabo,+ bayasixela isono sabo njengeso seSodom.+ Abasifihlanga. Yeha ke umphefumlo wabo! Kuba bazabele intlekele bona ngokwabo.+