2 Samuweli 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Emva koko uDavide wathumela abathunywa ukuze amthabathe.+ Ngoko wafika kuye,+ walala naye,+ ngoxa wayezingcwalisa ekungahlambulukini kwakhe.+ Kamva wabuyela endlwini yakhe. 2 Samuweli 11:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ekugqibeleni uDavide wathi ku-Uriya: “Yihla uye endlwini yakho uze uhlambe iinyawo zakho.”+ Ngako oko u-Uriya waphuma endlwini kakumkani, kwaza kwaphuma isipho sembeko sikakumkani simlandela. 2 Samuweli 11:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngokubhekele phaya, uDavide wambiza ukuze adle phambi kwakhe aze asele. Ngoko wamnxilisa.+ Noko ke, waphuma ngokuhlwa waya kulala emandlalweni wakhe kunye nabakhonzi benkosi yakhe, yaye akehlanga aye endlwini yakhe. 2 Samuweli 11:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngoko wabhala encwadini, esithi:+ “Mbekeni u-Uriya ngaphambili kolona lunzima uhlaselo edabini,+ nize ke nibuy’ umva emva kwakhe, aze ke yena axatyelwe afe.”+
4 Emva koko uDavide wathumela abathunywa ukuze amthabathe.+ Ngoko wafika kuye,+ walala naye,+ ngoxa wayezingcwalisa ekungahlambulukini kwakhe.+ Kamva wabuyela endlwini yakhe.
8 Ekugqibeleni uDavide wathi ku-Uriya: “Yihla uye endlwini yakho uze uhlambe iinyawo zakho.”+ Ngako oko u-Uriya waphuma endlwini kakumkani, kwaza kwaphuma isipho sembeko sikakumkani simlandela.
13 Ngokubhekele phaya, uDavide wambiza ukuze adle phambi kwakhe aze asele. Ngoko wamnxilisa.+ Noko ke, waphuma ngokuhlwa waya kulala emandlalweni wakhe kunye nabakhonzi benkosi yakhe, yaye akehlanga aye endlwini yakhe.
15 Ngoko wabhala encwadini, esithi:+ “Mbekeni u-Uriya ngaphambili kolona lunzima uhlaselo edabini,+ nize ke nibuy’ umva emva kwakhe, aze ke yena axatyelwe afe.”+