Duteronomi 2:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Akavumanga uSihon ukumkani waseHeshbhon ukuba sidlule kuye, ngokuba uYehova uThixo wakho wawenza lukhuni umoya wakhe, wayenza lukhuni+ nentliziyo yakhe, ukuze amnikele esandleni sakho njengokuba kunjalo namhla.+ 2 Kronike 25:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa uAmatsiya akazange aphulaphule; kuba kwakuvela kuTHIXO oyinyaniso+ ngenjongo yokumnikela esandleni sakhe, ngenxa yokuba baye bafuna oothixo bakwaEdom.+ INdumiso 91:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba iingelosi zakhe uya kuzinika umyalelo ngawe,+Ukuba zikulinde ezindleleni zakho zonke.+
30 Akavumanga uSihon ukumkani waseHeshbhon ukuba sidlule kuye, ngokuba uYehova uThixo wakho wawenza lukhuni umoya wakhe, wayenza lukhuni+ nentliziyo yakhe, ukuze amnikele esandleni sakho njengokuba kunjalo namhla.+
20 Kodwa uAmatsiya akazange aphulaphule; kuba kwakuvela kuTHIXO oyinyaniso+ ngenjongo yokumnikela esandleni sakhe, ngenxa yokuba baye bafuna oothixo bakwaEdom.+