2 Samuweli 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa indoda yakhe yahamba naye, ilila njengoko yayihamba emva kwakhe ukuya kufikelela eBhahurim.+ Wandula ke uAbhinere wathi kuyo: “Hamba, ubuye!” Yabuya ke yona. 2 Samuweli 16:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wafika ke uKumkani uDavide naseBhahurim,+ yaye, khangela! kwaphuma apho indoda yentsapho yendlu kaSawule, igama layo yayinguShimeyi,+ unyana kaGera, iphuma kwaye iqalekisa ekuphumeni kwayo.+ 2 Samuweli 19:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Wandula ke uShimeyi+ unyana kaGera+ umBhenjamin, owayengowaseBhahurim,+ wakhawuleza waza wehla namadoda akwaYuda ukuhlangabeza uKumkani uDavide.
16 Kodwa indoda yakhe yahamba naye, ilila njengoko yayihamba emva kwakhe ukuya kufikelela eBhahurim.+ Wandula ke uAbhinere wathi kuyo: “Hamba, ubuye!” Yabuya ke yona.
5 Wafika ke uKumkani uDavide naseBhahurim,+ yaye, khangela! kwaphuma apho indoda yentsapho yendlu kaSawule, igama layo yayinguShimeyi,+ unyana kaGera, iphuma kwaye iqalekisa ekuphumeni kwayo.+
16 Wandula ke uShimeyi+ unyana kaGera+ umBhenjamin, owayengowaseBhahurim,+ wakhawuleza waza wehla namadoda akwaYuda ukuhlangabeza uKumkani uDavide.