2 Samuweli 16:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wafika ke uKumkani uDavide naseBhahurim,+ yaye, khangela! kwaphuma apho indoda yentsapho yendlu kaSawule, igama layo yayinguShimeyi,+ unyana kaGera, iphuma kwaye iqalekisa ekuphumeni kwayo.+ 1 Kumkani 2:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ekugqibeleni ukumkani wathumela wabiza uShimeyi+ waza wathi kuye: “Zakhele indlu eYerusalem, yaye umele uhlale apho ungaphumi apho uze kule ndawo nakuleya. 1 Kumkani 2:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Ukumkani wahlabela mgama wathi kuShimeyi: “Wena ngokwakho uyayazi ngokuqinisekileyo nentliziyo yakho iyazi kakuhle yonke indlela owamenzakalisa ngayo uDavide ubawo;+ kwaye uYehova ngokuqinisekileyo uza kukubuyisela phezu kwentloko yakho oko kwenzakalisa owakwenzayo.+
5 Wafika ke uKumkani uDavide naseBhahurim,+ yaye, khangela! kwaphuma apho indoda yentsapho yendlu kaSawule, igama layo yayinguShimeyi,+ unyana kaGera, iphuma kwaye iqalekisa ekuphumeni kwayo.+
36 Ekugqibeleni ukumkani wathumela wabiza uShimeyi+ waza wathi kuye: “Zakhele indlu eYerusalem, yaye umele uhlale apho ungaphumi apho uze kule ndawo nakuleya.
44 Ukumkani wahlabela mgama wathi kuShimeyi: “Wena ngokwakho uyayazi ngokuqinisekileyo nentliziyo yakho iyazi kakuhle yonke indlela owamenzakalisa ngayo uDavide ubawo;+ kwaye uYehova ngokuqinisekileyo uza kukubuyisela phezu kwentloko yakho oko kwenzakalisa owakwenzayo.+