Genesis 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko uAbraham wakhawuleza waya ententeni kuSara waza wathi: “Khawulezisa! Thabatha imilinganiselo yeeseha ezintathu zomgubo ocolekileyo, uxovule intlama, wenze amaqebengwana abusazinge.”+ 1 Samuweli 28:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ke kaloku umfazi lowo wayenethole lenkomo elityetyisiweyo+ endlwini. Ngoko ngokukhawuleza walibingelela,+ wathabatha umgubo, waxova intlama waza wabhaka ngayo amaqebengwana angenagwele.
6 Ngoko uAbraham wakhawuleza waya ententeni kuSara waza wathi: “Khawulezisa! Thabatha imilinganiselo yeeseha ezintathu zomgubo ocolekileyo, uxovule intlama, wenze amaqebengwana abusazinge.”+
24 Ke kaloku umfazi lowo wayenethole lenkomo elityetyisiweyo+ endlwini. Ngoko ngokukhawuleza walibingelela,+ wathabatha umgubo, waxova intlama waza wabhaka ngayo amaqebengwana angenagwele.