2 Wandula ke ukumkani wathi kuTsibha: “Zithetha ntoni na ezi zinto kuwe?”+ UTsibha ke wathi: “Amaesile ngawokukhwela abendlu kakumkani, isonka nomthwalo weziqhamo zasehlotyeni zezokudliwa ngabafana,+ iwayini yona yeyalowo udiniweyo+ entlango+ ukuze asele.”