2 Samuweli 8:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwaye uYowabhi+ unyana kaTseruya wayephethe umkhosi; uYehoshafati+ unyana ka-Ahiludi wayegcina ingxelo. 2 Samuweli 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Akuva ngako uDavide, wandula ke wathumela uYowabhi nawo wonke umkhosi namadoda anamandla.+
16 Kwaye uYowabhi+ unyana kaTseruya wayephethe umkhosi; uYehoshafati+ unyana ka-Ahiludi wayegcina ingxelo.