2 Samuweli 23:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ke yena uAbhishayi+ umntakwabo Yowabhi unyana kaTseruya,+ wayeyintloko yamashumi amathathu, kwaye wayevonyavonya umkhonto wakhe phezu kwamakhulu amathathu abuleweyo, yaye naye wayedume njengabo bathathu.+
18 Ke yena uAbhishayi+ umntakwabo Yowabhi unyana kaTseruya,+ wayeyintloko yamashumi amathathu, kwaye wayevonyavonya umkhonto wakhe phezu kwamakhulu amathathu abuleweyo, yaye naye wayedume njengabo bathathu.+