1 Samuweli 26:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wandula ke uDavide waphendula wathi kuAhimeleki umHiti+ noAbhishayi+ unyana kaTseruya,+ umntakwabo Yowabhi: “Ngubani na oya kuhla nam siye kuSawule enkampini?” UAbhishayi wathi: “Mna ndiya kuhla nawe.”+ 2 Samuweli 21:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kwaoko uAbhishayi+ unyana kaTseruya weza kumnceda,+ wamxabela umFilisti waza wambulala. Ngelo xesha amadoda akwaDavide afunga kuye, esithi: “Ungahambi nathi ukuya edabini kwakhona,+ ukuze ungasicimi+ isibane+ sakwaSirayeli!”
6 Wandula ke uDavide waphendula wathi kuAhimeleki umHiti+ noAbhishayi+ unyana kaTseruya,+ umntakwabo Yowabhi: “Ngubani na oya kuhla nam siye kuSawule enkampini?” UAbhishayi wathi: “Mna ndiya kuhla nawe.”+
17 Kwaoko uAbhishayi+ unyana kaTseruya weza kumnceda,+ wamxabela umFilisti waza wambulala. Ngelo xesha amadoda akwaDavide afunga kuye, esithi: “Ungahambi nathi ukuya edabini kwakhona,+ ukuze ungasicimi+ isibane+ sakwaSirayeli!”