2 Samuweli 15:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wandula ke ukumkani wathi kuItayi+ umGati: “Kutheni na ukuba nawe uhambe nathi? Buya+ uze uhlale nokumkani; kuba wena ungowasemzini yaye, ngapha koko, ubhacile endaweni yakho. 2 Samuweli 15:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kodwa uItayi wamphendula ukumkani waza wathi: “Ephila nje uYehova nenkosi yam ukumkani iphila nje,+ kwindawo esenokuthi ibe kuyo inkosi yam ukumkani, nokuba kusekufeni nokuba kusebomini, uya kuba lapho umkhonzi wakho!”+
19 Wandula ke ukumkani wathi kuItayi+ umGati: “Kutheni na ukuba nawe uhambe nathi? Buya+ uze uhlale nokumkani; kuba wena ungowasemzini yaye, ngapha koko, ubhacile endaweni yakho.
21 Kodwa uItayi wamphendula ukumkani waza wathi: “Ephila nje uYehova nenkosi yam ukumkani iphila nje,+ kwindawo esenokuthi ibe kuyo inkosi yam ukumkani, nokuba kusekufeni nokuba kusebomini, uya kuba lapho umkhonzi wakho!”+