Rute 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Apho ufela khona ndiya kufela khona,+ ndingcwatyelwe khona. Wanga uYehova angenjenjalo kum aze ongeze+ kuko ukuba kungabikho nantoni na enokusahlula ngaphandle kokufa.” IMizekeliso 17:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Iqabane lokwenyaniso lithanda ngamaxesha onke,+ yaye lingumzalwana ozalelwe ixesha lokubandezeleka.+ IMizekeliso 18:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wambi amaqabane ayonakalisana,+ kodwa kukho umhlobo onamathela ngokusondele ngakumbi kunomntakwenu.+ Mateyu 8:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kweza mbhali uthile wathi kuye: “Mfundisi, ndiza kukulandela naphi na apho uya khona.”+
17 Apho ufela khona ndiya kufela khona,+ ndingcwatyelwe khona. Wanga uYehova angenjenjalo kum aze ongeze+ kuko ukuba kungabikho nantoni na enokusahlula ngaphandle kokufa.”
17 Iqabane lokwenyaniso lithanda ngamaxesha onke,+ yaye lingumzalwana ozalelwe ixesha lokubandezeleka.+
24 Wambi amaqabane ayonakalisana,+ kodwa kukho umhlobo onamathela ngokusondele ngakumbi kunomntakwenu.+