ABagwebi 4:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Yaye uYaheli umfazi kaHebheri wathabatha isikhonkwane sentente waza waphatha nesando ngesandla sakhe. Wandula ke waya kuye echwechwa waza wasibethelela isikhonkwane ezintlafunweni zakhe+ saza saphumela emhlabeni, ngoxa wayelele yoyi yaye ediniwe. Ngoko wafa.+ ABagwebi 5:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngaloo ndlela mazitshabalale zonke iintshaba zakho,+ Yehova,Yaye abakuthandayo+ mababe njengokuphuma kwelanga ngamandla alo.”+ Yaye ilizwe alizange libe nasiphazamiso singakumbi amashumi amane eminyaka.+ INdumiso 45:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Iintolo zakho zibukhali—izizwana ziyaqhubeka zisiwa ngaphantsi kwakho+—Entliziyweni yeentshaba zokumkani.+
21 Yaye uYaheli umfazi kaHebheri wathabatha isikhonkwane sentente waza waphatha nesando ngesandla sakhe. Wandula ke waya kuye echwechwa waza wasibethelela isikhonkwane ezintlafunweni zakhe+ saza saphumela emhlabeni, ngoxa wayelele yoyi yaye ediniwe. Ngoko wafa.+
31 Ngaloo ndlela mazitshabalale zonke iintshaba zakho,+ Yehova,Yaye abakuthandayo+ mababe njengokuphuma kwelanga ngamandla alo.”+ Yaye ilizwe alizange libe nasiphazamiso singakumbi amashumi amane eminyaka.+
5 Iintolo zakho zibukhali—izizwana ziyaqhubeka zisiwa ngaphantsi kwakho+—Entliziyweni yeentshaba zokumkani.+