20 Wayeneminyaka engamashumi amathathu anesibini ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye walawula iminyaka esibhozo eYerusalem. Ekugqibeleni wemka kungekho bani umnqwenelayo.+ Ngoko bamngcwaba kwisiXeko sikaDavide,+ kodwa kungekhona kwindawo ekwakungcwatywa kuyo ookumkani.+