Eksodus 32:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ke ngoko, hamba, ubakhokelele abantu kuloo ndawo ndathethayo ngayo kuwe. Yabona! Ingelosi yam iya kuhamba phambi kwakho,+ yaye ngemini yokohlwaya kwam ngokuqinisekileyo ndiya kubohlwaya ngenxa yesono sabo.”+ Yeremiya 9:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Khangela! Kuza imihla,” utsho uYehova, “endiza kumphendulisa ngayo wonk’ ubani owalukileyo kodwa abe esesekungalukini,+ Hoseya 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Kuya kuthi njengoko banjalo abantu abe njalo umbingeleli;+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubaphendulisa ngeendlela zabo;+ ndibabuyisele ngokwezenzo zabo.+
34 Ke ngoko, hamba, ubakhokelele abantu kuloo ndawo ndathethayo ngayo kuwe. Yabona! Ingelosi yam iya kuhamba phambi kwakho,+ yaye ngemini yokohlwaya kwam ngokuqinisekileyo ndiya kubohlwaya ngenxa yesono sabo.”+
25 “Khangela! Kuza imihla,” utsho uYehova, “endiza kumphendulisa ngayo wonk’ ubani owalukileyo kodwa abe esesekungalukini,+
9 “Kuya kuthi njengoko banjalo abantu abe njalo umbingeleli;+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubaphendulisa ngeendlela zabo;+ ndibabuyisele ngokwezenzo zabo.+