Numeri 20:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “UAron uya kuhlanganiselwa ebantwini bakowabo,+ ngokuba akayi kungena ezweni endilinika oonyana bakaSirayeli, ngenxa yokuba nawuvukelayo umyalelo wam emanzini aseMeribha.+ Numeri 22:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Yandula ke yathi ingelosi kaYehova kuye: “Uyibethele ntoni na imazi yakho ye-esile ezi zihlandlo zithathu? Khangela! Ndiphumele ukuza kukuchasa, ngokuba le ndlela yakho inxamnye kwaphela nentando yam.+
24 “UAron uya kuhlanganiselwa ebantwini bakowabo,+ ngokuba akayi kungena ezweni endilinika oonyana bakaSirayeli, ngenxa yokuba nawuvukelayo umyalelo wam emanzini aseMeribha.+
32 Yandula ke yathi ingelosi kaYehova kuye: “Uyibethele ntoni na imazi yakho ye-esile ezi zihlandlo zithathu? Khangela! Ndiphumele ukuza kukuchasa, ngokuba le ndlela yakho inxamnye kwaphela nentando yam.+