IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 14:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 ngenxa yeso sizathu ndiyizisela intlekele indlu kaYerobhoham, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kunqumla kwaYerobhoham nabani na ochamela eludongeni,+ lowo ungeloncedo nongento yanto kwaSirayeli;+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuyitshayela indlu kaYerobhoham,+ kanye njengoko ubani esusa ubulongwe abulahle.+

  • 1 Kumkani 15:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Yaye kwathi kamsinya nje akuba ngukumkani, wayixabela yonke indlu kaYerobhoham. Akazange ashiye nabani na ephefumla kwaYerobhoham de wababhubhisa, ngokwelizwi likaYehova awalithethayo ngomkhonzi wakhe uAhiya umShilo,+

  • 2 Kumkani 17:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 de uYehova wamshenxisa uSirayeli phambi kwakhe,+ kanye njengoko wayethethile ngabo bonke abakhonzi bakhe abaprofeti.+ Ngoko uSirayeli wemka emhlabeni wakhe waya ekuthinjweni eAsiriya de kube namhla.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share