2 Kumkani 18:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Emva koko ukumkani waseAsiriya+ wathabathela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya waza wambeka eHala+ naseHabhore+ kuMlambo iGozan nakwizixeko zamaMedi,+
11 Emva koko ukumkani waseAsiriya+ wathabathela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya waza wambeka eHala+ naseHabhore+ kuMlambo iGozan nakwizixeko zamaMedi,+