1 Kumkani 16:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wonke okaBhahasha ofayo esixekweni uya kudliwa zizinja; yaye nabani na wakhe ofela entsimini uza kudliwa ziintaka zezulu.”+ 1 Kumkani 21:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Nabani na ofayo esixekweni ongoka-Ahabhi izinja ziya kumdla zimgqibe; yaye nabani na ofela endle iintaka zezulu ziya kumdla zimgqibe.+
4 Wonke okaBhahasha ofayo esixekweni uya kudliwa zizinja; yaye nabani na wakhe ofela entsimini uza kudliwa ziintaka zezulu.”+
24 Nabani na ofayo esixekweni ongoka-Ahabhi izinja ziya kumdla zimgqibe; yaye nabani na ofela endle iintaka zezulu ziya kumdla zimgqibe.+