IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 14:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 OkaYerobhoham ofayo esixekweni, uya kudliwa zizinja;+ yaye ofela entsimini, uya kudliwa ziintaka zezulu,+ ngenxa yokuba ukuthethile oko uYehova.”’

  • 1 Kumkani 16:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Wonke okaBhahasha ofayo esixekweni uya kudliwa zizinja; yaye nabani na wakhe ofela entsimini uza kudliwa ziintaka zezulu.”+

  • Yeremiya 15:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “‘Kwaye ndiza kubamisela iintsapho ezine,’+ utsho uYehova, ‘ikrele lokubulala, nezinja ukuba zirhuqe, nezidalwa eziphaphazelayo zamazulu+ nezilo zomhlaba ukuba zidle nokuba zonakalise.

  • ISityhilelo 19:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 ukuze nidle inyama+ yookumkani nenyama yabaphathi-mikhosi nenyama yabantu abomeleleyo+ nenyama yamahashe+ neyabakhweli bawo, nenyama yabo bonke, abakhululekileyo namakhoboka nabancinane nabakhulu.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share