1 Kumkani 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 OkaYerobhoham ofayo esixekweni, uya kudliwa zizinja;+ yaye ofela entsimini, uya kudliwa ziintaka zezulu,+ ngenxa yokuba ukuthethile oko uYehova.”’ Yobhi 21:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UThixo uya kukubekela oonyana bakabani ukwenzakalisa kwakhe;+Uya kumvuza ukuze akwazi oko.+
11 OkaYerobhoham ofayo esixekweni, uya kudliwa zizinja;+ yaye ofela entsimini, uya kudliwa ziintaka zezulu,+ ngenxa yokuba ukuthethile oko uYehova.”’