IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 8:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 ‘Kususela ngemini endabakhupha ngayo abantu bam amaSirayeli eYiputa andinyulanga+ sixeko kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli ukuba sakhe indlu+ yegama lam+ ukuba liqhubeke lilapho; kodwa ndiya kunyula uDavide ukuba aphathe abantu bam amaSirayeli.’+

  • 1 Kumkani 11:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Kwaye unyana wakhe ndiya kumnika isizwe esinye, ukuze uDavide umkhonzi wam aqhubeke enesibane lonke ixesha phambi kwam eYerusalem,+ isixeko endizinyulele sona ukuba ndibeke igama lam apho.+

  • 2 Kronike 12:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ke yena uKumkani uRehobhoham waqhubeka esiqinisa isikhundla sakhe eYerusalem waza waqhubeka elawula; kuba uRehobhoham+ wayeneminyaka engamashumi amane ananye ubudala ukuqalisa kwakhe ukulawula, yaye iminyaka elishumi elinesixhenxe wayelawula eYerusalem, isixeko+ awasinyulayo uYehova kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli ukuze alibeke khona igama lakhe.+ Kwaye igama likanina lalinguNahama+ umAmonikazi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share